Uhoseya 14:8-9 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

8. Efrayim, yintoni na esenam nezithixo? Okwam ndiyamphendula, ndímkhathalela; ndinjengomsipres* oluhlaza, siyafunyanwa kum isiqhamo sakho.

9. Ngubani na olumkileyo, aziqonde ezo zinto? Ngubani na onengqondo, azazi? Ngokuba zithe tye iindlela zikaYehova; ahamba ngazo amalungisa; ke bona abakreqi baya kukhubeka kuzo.

Uhoseya 14