Uhoseya 14:8 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Efrayim, yintoni na esenam nezithixo? Okwam ndiyamphendula, ndímkhathalela; ndinjengomsipres* oluhlaza, siyafunyanwa kum isiqhamo sakho.

Uhoseya 14

Uhoseya 14:7-9