Uhoseya 14:7 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Baya kubuya abahlala emthunzini wakhe, baphile njengengqolowa, batyatyambe njengomdiliya, isikhumbuzo sawo sibe njengewayini yaseLebhanon.

Uhoseya 14

Uhoseya 14:1-9