Uhoseya 14:9 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngubani na olumkileyo, aziqonde ezo zinto? Ngubani na onengqondo, azazi? Ngokuba zithe tye iindlela zikaYehova; ahamba ngazo amalungisa; ke bona abakreqi baya kukhubeka kuzo.

Uhoseya 14

Uhoseya 14:8-9