Uhoseya 13:16 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

ElakwaSamari liya kuziva linetyala, kuba liphikise uThixo walo. Baya kuwa likrele, iintsana zabo zicunyuzwe, nabamithiyo babo baqangqululwe.

Uhoseya 13

Uhoseya 13:14-16