Uhoseya 13:15 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Nokuba yena uya kuba neziqhamo phakathi kwabazalwana bakhe, kuya kuza ulophu lwasempumalanga, umoya kaYehova únyuka entlango, litshe ithende lakhe, wome umthombo wakhe; lowo uya kuphanga ubuncwane beempahla zonke ezinqwenelekayo.

Uhoseya 13

Uhoseya 13:12-16