Uhoseya 13:14 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ndiya kubakhulula esandleni selabafileyo, ndiya kubahlawulela ndibakhulule ekufeni. Ziphi na iindyikitya zakho, kufa? Iphi na imbubhiso yakho, ngcwaba? Ukuzohlwaya kusithele emehlweni am.

Uhoseya 13

Uhoseya 13:13-16