2 Usamuweli 16:4 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi ukumkani kuTsibha, Nanko, kukokwakho konke okukaMefibhoshete. Wathi uTsibha, Ndiyaqubuda; mandibabalwe nguwe, nkosi yam kumkani.

2 Usamuweli 16

2 Usamuweli 16:1-6