2 Usamuweli 16:3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi ukumkani, Uphi na unyana wenkosi yakho? Wathi uTsibha kukumkani, Nankuya, ehleli eYerusalem; ngokuba úthi, Namhla indlu yakwaSirayeli iya kububuyisela kum ubukumkani bukabawo.

2 Usamuweli 16

2 Usamuweli 16:1-4