2 Usamuweli 16:5 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wafika ukumkani uDavide eBhahurim, nanko, kuphuma khona indoda yomzalwane wendlu kaSawule, egama linguShimehi, unyana kaGera; yaphuma yahamba itshabhisa.

2 Usamuweli 16

2 Usamuweli 16:4-7