2 Usamuweli 12:23 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Efile nje kaloku, yini na ukuba ndibe ndisazila ukudla? Ndisenako yini na ukumbuyisa? Ndiya kuya kuye mna, yena akayi kubuyela kum.

2 Usamuweli 12

2 Usamuweli 12:14-26