2 Usamuweli 12:22 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi yena, Xa ebesahleli umntwana, ndazila ukudla, ndalila; ngokuba bendisithi, Ngubani na owaziyo? Mhlawumbi uYehova angandibabala, aphile umntwana.

2 Usamuweli 12

2 Usamuweli 12:17-24