2 Usamuweli 12:21 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Bathi abakhonzi bakhe kuye, Yintoni na le nto uyenzileyo? Oko ebesahleli umntwana, wazila ukudla, walila; akuba efile umntwana, uvukile wadla ukudla.

2 Usamuweli 12

2 Usamuweli 12:14-26