2 Usamuweli 12:24 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

UDavide wamthuthuzela uBhatshebha umkakhe; wangena kuye, walala naye; wazala unyana, wathi igama lakhe nguSolomon.*

2 Usamuweli 12

2 Usamuweli 12:22-30