2 Ookumkani 14:1 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngomnyaka wesibini kaYehohashe unyana kaYehowahazi, ukumkani wakwaSirayeli, waba ngukumkani uAmatsiya, unyana kaYowashe ukumkani wakwaYuda.

2 Ookumkani 14

2 Ookumkani 14:1-11