2 Ookumkani 14:2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ubeminyaka imashumi mabini anamihlanu ezelwe, ukuba ngukumkani kwakhe; waba neminyaka emashumi mabini anesithoba engukumkani eYerusalem. Igama lonina belinguYehowadan waseYerusalem.

2 Ookumkani 14

2 Ookumkani 14:1-6