2 Ookumkani 14:3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wenza okuthe tye emehlweni kaYehova; kodwa akaba njengoDavide uyise; wenza njengako konke awakwenzayo uYowashe uyise.

2 Ookumkani 14

2 Ookumkani 14:1-13