1 Ookumkani 17:1-3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

1. Wathi uEliya waseTishbhi, wasezindwendweni zaseGiliyadi, kuAhabhi, Ehleli nje uYehova uThixo wakwaSirayeli, endimi phambi kwakhe, akuyi kukha kubekho mbethe namvula le minyaka, kungengálo ilizwi lam.

2. Lafika ilizwi likaYehova kuye, lisithi,

3. Hamba umke apha, ubheke empumalanga, uzimele emlanjaneni oyiKeriti, okhangelene neYordan.

1 Ookumkani 17