1 Ookumkani 18:1 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kwathi kwakuba mzuzu, lafika ilizwi likaYehova kuEliya ngomnyaka wesithathu, lathi, Hamba uye kubonana noAhabhi, ndinìse imvula phezu komhlaba.

1 Ookumkani 18

1 Ookumkani 18:1-6