1 Ookumkani 17:1 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi uEliya waseTishbhi, wasezindwendweni zaseGiliyadi, kuAhabhi, Ehleli nje uYehova uThixo wakwaSirayeli, endimi phambi kwakhe, akuyi kukha kubekho mbethe namvula le minyaka, kungengálo ilizwi lam.

1 Ookumkani 17

1 Ookumkani 17:1-3