1 Ookumkani 16:34 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngeemini zakhe wayakha uHiyeli waseBheteli iYeriko; wayiseka ngoAbhiram, amazibulo akhe, wawamisa amasango ayo ngoSegubhi, owamathumbu akhe, ngokwelizwi likaYehova, awalithethayo ngoYoshuwa unyana kaNun.

1 Ookumkani 16

1 Ookumkani 16:24-34