Uyoshuwa 7:2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

UYoshuwa wasusa amadoda eYeriko ukuba aye eAyi, engaseBhetaven, ngasempumalanga eBheteli, wathi kuwo, Nyukani nilihlole ilizwe. Anyuka ke amadoda lawo, ayihlola iAyi.

Uyoshuwa 7

Uyoshuwa 7:1-3