Uyoshuwa 7:1 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ke kaloku oonyana bakaSirayeli benza ubumenemene entweni esingelwe phantsi. UAkan, unyana kaKarmi, unyana kaZabhedi, unyana kaZera, wesizwe sakwaYuda, wathabatha entweni esingelwe phantsi. Wavutha ke umsindo kaYehova konyana bakaSirayeli.

Uyoshuwa 7

Uyoshuwa 7:1-8