Uyoshuwa 7:3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Abuyela kuYoshuwa, athi kuye, Mabangenyuki bonke abantu; makunyuke amadoda amayela kumawaka amabini, nokuba ngamadoda amayela kumawaka amathathu, ayichithe iAyi. Musa ukubadinisa bonke abantu ngokubása khona; kuba abaa bantu bambalwa.

Uyoshuwa 7

Uyoshuwa 7:1-11