Uyoshuwa 6:1-2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

1. Ke iYeriko ibihleli ivaliwe ngenxa yoonyana bakaSirayeli; akwabakho uphumayo, akwabakho ungenayo.

2. Wathi uYehova kuYoshuwa, Khangela, ndiyinikele esandleni sakho iYeriko, nokumkani wayo, namagorha anobukroti.

Uyoshuwa 6