Uyoshuwa 5:15 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi umthetheli womkhosi kaYehova kuYoshuwa, Khulula iimbadada zakho ezinyaweni zakho; kuba loo ndawo umi kuyo ingcwele. Wenjenjalo uYoshuwa.

Uyoshuwa 5

Uyoshuwa 5:8-15