Uyoshuwa 24:1 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wazihlanganisa uYoshuwa zonke izizwe zakwaSirayeli kwaShekem, wawabiza amadoda amakhulu amaSirayeli, neentloko zawo, nabagwebi bawo, nababhali bawo; bazimisa phambi koThixo.

Uyoshuwa 24

Uyoshuwa 24:1-2