Uyoshuwa 24:2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi uYoshuwa kubo bonke abantu, Utsho uYehova uThixo kaSirayeli, ukuthi, Ooyihlo babehleli phesheya koMlambo* kususela kwaphakade, ooTera, uyise ka-Abraham, uyise kaNahore; babekhonza thixo bambi.

Uyoshuwa 24

Uyoshuwa 24:1-5