Uyoshuwa 20:8 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Naphesheya kweYordan, malunga neYeriko ngasempumalanga, bamisa iBhetsere entlango, ethafeni, esizweni sakwaRubhen; neRamoti kwelaseGiliyadi, esizweni sakwaGadi; neGolan eBhashan, esizweni sakwaManase.

Uyoshuwa 20

Uyoshuwa 20:2-9