Uyoshuwa 20:7 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Bangcwalisa ke iKedeshe eGalili, ekweleentaba lakwaNafetali; nelakwaShekem kweleentaba lakwaEfrayim; neKiriyati ka-Arbha, ngowaseHebron ke lowo, kweleentaba lakwaYuda.

Uyoshuwa 20

Uyoshuwa 20:6-9