Uyoshuwa 20:9 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Yiyo leyo imizi eyamiselwa bonke oonyana bakaSirayeli, nowasemzini ophambukele phakathi kwabo, ukuba babalekele kuyo bonke abantu ababulele umntu ngengozi, ukuba bangafi sisandla somphindezeleli wegazi, bade beme phambi kwebandla.

Uyoshuwa 20

Uyoshuwa 20:5-9