Uyoshuwa 18:26-28 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

26. neMizpa, neKefira, neMotsa,

27. neRekem, neIrpeli, neTarala,

28. neTsela, ne-Elefe, nowamaYebhusi (yiYerusalem ke leyo); neGibheha, neKiriyati: imizi elishumi elinamibini inemizana yayo. Lilo ke elo ilifa loonyana bakaBhenjamin ngokwemizalwane yabo.

Uyoshuwa 18