Uyoshuwa 18:28 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

neTsela, ne-Elefe, nowamaYebhusi (yiYerusalem ke leyo); neGibheha, neKiriyati: imizi elishumi elinamibini inemizana yayo. Lilo ke elo ilifa loonyana bakaBhenjamin ngokwemizalwane yabo.

Uyoshuwa 18

Uyoshuwa 18:19-28