kuba eleentaba liya kuba lelenu, ngokuba lingamahlathi. Nòwahlahla, iinyele zawo zibe zezenu; kuba niya kuwagqogqa amaKanan, nakuba eneenqwelo zesinyithi, nakuba omelele.