Uyeremiya 26:9 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Yini na ukuba uprofete egameni likaYehova, usithi, Le ndlu iya kuba njengeShilo, lo mzi ube linxuwa, ungabi nabemi? Babizelwa ndawonye bonke abantu kuYeremiya endlwini kaYehova.

Uyeremiya 26

Uyeremiya 26:7-13