Uyeremiya 26:8 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ke kaloku, ekugqibeni kukaYeremiya konke abewiselwe umthetho nguYehova ukuba akuthethe kubantu bonke, bambamba ababingeleli, nabaprofeti, nabantu bonke, bathi, Inene, ùya kufa.

Uyeremiya 26

Uyeremiya 26:1-17