Uyeremiya 26:10 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Baweva abathetheli bakwaYuda la mazwi, benyuka bemka endlwini yokumkani, baya endlwini kaYehova, bahlala phantsi ekungeneni kwesango elitsha likaYehova.

Uyeremiya 26

Uyeremiya 26:5-12