Unehemiya 3:24 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Emva kwakhe kwakulungiswa nguBhinwi unyana kaHenadade, esinye isithuba; kwathabathela endlwini ka-Azariya, kwesa ekujikeni, kwesa embombeni.

Unehemiya 3

Unehemiya 3:17-32