Unehemiya 3:23 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Emva kwabo kwakulungiswa nguBhenjamin noHashubhi, malunga nendlu yabo. Emva kwabo kwakulungiswa nguAzariya, unyana kaMahaseya, unyana ka-Ananiya, ngasendlwini yakhe.

Unehemiya 3

Unehemiya 3:15-27