Unehemiya 3:25 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kwakulungiswa nguPalali unyana kaUzayi, ethabathela malunga ekujikeni, nasenqabeni ephezulu, edulusele endlwini yokumkani, ngasentendelezweni yentolongo. Emva kwakhe kwakulungiswa nguPedaya unyana kaParoshe.

Unehemiya 3

Unehemiya 3:22-32