Umika 7:9 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ukujala kukaYehova ndiya kukuthwala, kuba ndonile kuye, ade andithethelele etyaleni lam, andilungisele; uya kundikhuphela ekukhanyeni; ndiya kububona ubulungisa bakhe.

Umika 7

Umika 7:8-14