Umika 7:8 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Musa ukundivuyelela, lutshaba lwam; kuba, ndíwile nje, ndiya kubuya ndivuke; kuba, ndíhleli emnyameni nje, uYehova uya kuba kukukhanya kum.

Umika 7

Umika 7:1-13