Umika 7:10 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ke utshaba lwam luya kubona, lugutyungelwe kukudana, obe lusithi kum, Uphi na uYehova, uThixo wakho? Amehlo am aya kulubona; kungoku luya kunyathelwa njengodaka lwezitrato.

Umika 7

Umika 7:4-12