Uluka 7:43 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Waphendula uSimon wathi, Ndiba ngulowo uxolelwe ngokungaphezulu. Wathi ke yena kuye, Wahlulé walungisa.

Uluka 7

Uluka 7:33-50