Uluka 7:44 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wajika wakhangela kumfazi, wathi kuSimon, Ùyambona na lo mfazi? Ndingené endlwini yakho, akundinikanga manzi eenyawo zam; ke yena uzinyele iinyawo zam ngeenyembezi, wazisula ngeenwele zentloko yakhe.

Uluka 7

Uluka 7:38-48