Uluka 7:42 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Bakuba ke bengenanto yokuhlawula, usuke wabaxolela bobabini. Khawutsho ke, nguwuphi na kubo oya kumthanda ngokungaphezulu?

Uluka 7

Uluka 7:35-48