Uluka 14:27-29 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

27. Nosukuba engawuthwali umnqamlezo wakhe, andilandele, akanakuba ngumfundi wam.

28. Kuba nguwuphi na kuni othi, ethanda ukwakha inqaba, angĂ khe ahlale phantsi kuqala, abale indleko, ukuba unazo na izinto zokuyigqiba?

29. Hleze, akubon' ukuba usibekile isiseko, angabi nakugqiba, bathi bonke ababonelayo baqale ukuhlekisa ngaye, besithi,

Uluka 14