Uluka 14:28 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kuba nguwuphi na kuni othi, ethanda ukwakha inqaba, angàkhe ahlale phantsi kuqala, abale indleko, ukuba unazo na izinto zokuyigqiba?

Uluka 14

Uluka 14:27-29