Uluka 13:35 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Yabonani, indlu yenu ishiywa nani ízé. Inene, ndithi ke kuni. Aniyi kuba sandibona, kude kufike ixesha eniya kuthi, Makabongwe lowo uzayo egameni leNkosi.

Uluka 13

Uluka 13:33-35