Uisaya 36:2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ukumkani waseAsiriya wasusa uRabheshake eLakishe, ukuba aye eYerusalem kukumkani uHezekiya, enempi enzima. Wafika wema emjelweni wechibi lasentla, ongasemendweni wentsimi yomsuki weengubo.

Uisaya 36

Uisaya 36:1-10